ezemidlalo
ukhuphiswano oluzele yimimangaliso
angaphezu
amaqela
ebhol ekhatywayo
akudidi lwabahlawulwayo
lwabangahlawulwayo
angenele
onwabise
nemimangaliso
ukhuphiswano
aludibanisanga
lukwafundise
akumele lizixelele
emdlalweni othile
lilijongele phantsi
nangona
ukufikelela
kweli nqanaba
akukhange kube lula
njengokuba ecinga
ebidlala okweqela
ngamanqaku
kwimbande yesikhora
belilindele
ukuphumelela lula
ibiqubisene
kumacandelo asezantsi
liyimise kakubi gqitha
ngesiqingatha sokuqala
isale kolu khuphiswano
ayikhange ibe nethamsanqa
ibethwe
umgangatho wokudlalwa
ubuphezulu kakhulu
ebedlalela ibhaso lokuqala
kwindawo yesibini
liliphi iqela
eliza kufikelela
kumdlalo wamanqam
naliphi na iqela
ashiyekileyo
ayifuna ngamehlo abomvu
akuphelelanga nje ekubeni ngumdlalo 
ekuphelenie kolu khuphiswano
okubalulekileyo
asinokuthi
ngubani obaleke washiya omnye
ileliphi iqela eligqwesileyo
okanye ngubani ozuze
into efunekayo
ulutsha
lweentlanga ngeentlanga
lube yimbumba
minyaka le
malunga
eembaleki
zazo zonke izizwe
ziyadibana
zithath' inxaxheba
enezigigaba zokubaleka
nezokutsiba
lukhuthaza
amaqela amane
aquka
iimbaleki ezingamadoda 
nabafazi
zivavanye
ubuchule bazo
ongabaleka kakuhle komnye
inkxaso-mali
ibangela
umgangatho weembaleli
uphuculwe
ngelishwa
kusekho imfuneko
zibe yimbumba
zicinge nto-nye
ngoxa
abaxhasi
owabo umgudu
wokufakizandla epokothweni
ontsundu
undixelele ukuba
amagama eembaleki ezimhlophe
abawayo
zidibana nje ebaleni
ezibang'umdla
xa zibaleka
yakuphel'imini
bayakhuthazwa
ngozimiselo
nenkxaso-mali eqhubeka
esi siganeko
ngokunga thandabuzekiyo
siya kuqhubeka
abadlali abaphambili bangomso
kule nyanga
ukuphathele
omnye umdlali
oselula nothembisa
ukuba yinto
kwibhol'ekhatywayo
iqela alidlalelayo
umhla wokuzalwa
imvelaphi yakhe
waqala ukudlala ibhola
kwiqela lesikolo sakhe
xa
wayeneminyaka esibhozo
ngaphambi
azibandakanye ne 
wayengumdlali ongahlawulwayo
okwangoku
xa engaziqhelisi
okanye engadlali
unokufunywanwa efundisa
amacebo
namathemba engomso
unqwenela
ukuya kudlala ibhola
phesheya
efumana ithuba
akazimiselanga
ukumka kwiPirates
imvano yakhe neli qela
